cover image: 8 UKUHLAHLELA INDLELA EYA KWIMALI ESISEKO YENYANGA NENYANGA - IZICI EZINE

20.500.12592/rxwdj1c

8 UKUHLAHLELA INDLELA EYA KWIMALI ESISEKO YENYANGA NENYANGA - IZICI EZINE

8 Feb 2024

I N S T I T U T E F O R E C O N O M I C J U S T I C E UBIG FACTSHEET #8 (ISIXHOSA) 2 Ukuhlahlela indlela eya kwimali esiseko yenyanga nenyanga – Novemba 2023 Iingenelo zeUBIG zingaphezu kweendleko R624FPL* UBIG R153 Ininzi imali ebuyela kurhulumente ngeVAT, kukwakho BHILIYONI neerhafu eziza kubuyisa ‘ngokungqalileyo’ yonke imali NGONYAKA yeUBIG. [...] Urhulumente wenza imali ibuyele kuye, kuba ukufaka imali eninzi kubantu abangathathi ntweni kubangela ukuba nabo WEALTH basebenzise imali engakumbi (oko kukuthi “iphindaphindeke”). [...] olwenziwe ngoosoqoqosho lufumanise ukuba nangona abantu Kwakhona, abantu abamkela imali encinci basebenzisa imali abamkela imali eninzi bebhatala irhafu eninzi, imali yabo iye yabo eninzi kwiimveliso ezenziwe eMzantsi Afrika kunabantu yanda ukudlula le mali yerhafu bayibhatalayo. [...] Abantu abamkela imali eninzi babhatala iSST engakumbi kunokuba befumana Singazihlawula njani iingenelo zeUBIG, kwaye abantu abamkela imali encinci- okanye ephakathi, nangona ikhona irhafu abayibhatalayo, iindleko zeUBIG? bayangenelwa kwiUBIG. [...] Le I rhafu yobutyebi kwizityebi ezingawothiyo nto ibonisa ukuba ngeminyaka yoo-2030 kungenzeka ukuba wonke umntu afumane imali inyanga nenyanga.
Pages
4
Published in
South Africa